Thumeka – Ukub’awundithandi

Thumeka - Ukub'awundithandi

Thumeka Ukub’awundithandi Mp3 Download

Thumeka Ukub’awundithandi Mp3 Download. Check out out google database to enjoy this amazing vibe Ukub’awundithandi proudly delivered by Thumeka.

This song is available on all music channels like Youtube, Audiomack, Soundcloud, Fakaza, Apple Music Store, Shazam, and Boomplay.

Take a Listen Below.

 

Lyrics: Ukub’awundithandi

Mna ndikhathele ngababantu abanomonaMna ndikhathele ngababantu abanomonaBenza ngathi bayandithanda kodwa abandithandiBenza ngathi bayandithanda kodwa abandithandi
BayandithengaBayandithengaBayandithengaBayandithenga
Nam umnuntu ndizambeka kulendawo andibeka kuyoNam umnuntu ndizambeka kulendawo andibeka kuyoUba uyahleka nam ndizohlekaUba uyancuma nam ndizancuma
Relax my enemies uthixo usezandigcinaRelax my enemies uthixo usezandigcinaUdeki tafula phambi kwezitha zamUdeki tafula phambi kwezitha zamUngahleka namhlanje kodwa iviri liya jika jika
Ukuba awundi thandi (Kuba awundi thandi)Nam andikuthandi (Nam andikuthandi)Kuba awundifuni (Kuba awundifuni)Nam andikufuni (Nam andikufuni)
Ukuba awundi thandi (Ukuba awundi thandi)Nam andikuthandi (Nam andikuthandi)ukuba awundifuni (Ukuba awundifuni)Nam andiufuni (Nam andikufuni)
Ukuba (Ukuba awundi thandi)Ukuba (Nam andikuthandi)Ukuba (Ukuba awundifuni)Ukuba (Nam andikufuni)
Ukuba (Ukuba awundi thandi)Ukuba (Nam andikuthandi)Ukuba (Ukuba awundifuni)Ukuba (Nam andikufuni)
Ukuba awundi thandi (Ukuba awundi thandi)Nam andikuthandi (Nam andikuthandi)Kuba awundifuni (Ukuba awundifuni)Nam andikufuni (Nam andikufuni)
Ukuba awundi thandi (Ukuba awundi thandi)Nam andikuthandi (Nam andikuthandi)Kuba awundifuni (Ukuba awundifuni)Nam andikufuni (Nam andikufuni)
Soze ugqibe ngempilo yam ngoba asiyoyakhoSoze ugqibe ngempilo yam ngoba asiyoyakhoImpumelela yam ayixhomekekanga kuweImpumelela yam ayixhomekekanga kuwe
Choose mayikhethele uthanda baniChoose mayikhethele uthanda baniMna ndidikiwe ngaba benza ngathi bayandithandaMna ndidikiwe ngaba benza ngathi bayandithanda
Ukuba (Ukuba awundi thandi)Ukuba awundithandi (Nam andikuthandi)Ukuba (Ukuba awundifuni)Ukuba awndikufuni (Nam andikufuni)
Ukuba (Ukuba awundi thandi)Ukuba awundithandi (Nam andikuthandi)Ukuba (Ukuba awundifuni)Ukuba awundikufuni (Nam andikufuni)
Ukuba awundi thandi (Ukuba awundi thandi)Nam andikuthandi (Nam andikuthandi)Ukuba awundifuni (Ukuba awundifuni)Nam andikufuni (Nam andikufuni)
Ukuba awundi thandi (Ukuba awundi thandi)Nam andikuthandi (Nam andikuthandi)Ukuba awundifuni (Ukuba awundifuni)Nam andikufuni (Nam andikufuni)
Ukuba wena (Ukuba awundi thandi)Ukuba wena (Nam andikuthandi)Ukuba wena (Ukuba awundifuni)Ukuba wena (Nam andikufuni)
Ukuba wena (Ukuba awundi thandi)Ukuba wena (Nam andikuthandi)Ukuba wena (Ukuba awundifuni)Ukuba wena (Nam andikufuni)